Abagwebi 17:2 XHO75

2 Yathi kunina, Iwaka lesilivere elinakhulu-nye elalithatyathwe kuwe, owashwabula ngenxa yalo, kananjalo wathetha ngalo ezindlebeni zam, yabona, isilivere leyo inam; yathatyathwa ndim. Wathi unina, Ùsikelelwe, nyana wam, nguYehova.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 17

imbono Abagwebi 17:2 kwimeko