Abagwebi 17:3 XHO75

3 Walibuyisela kunina iwaka lesilivere elinakhulu-nye. Wathi unina, Ndiyingcwalisile yonke isilivere leyo kuYehova; iphuma esandleni sam ukuba ibe yeyonyana wam, enze umfanekiso oqingqiweyo nomtyhido; ndiyibuyisela kuwe ke ngoko.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 17

imbono Abagwebi 17:3 kwimeko