Abagwebi 18:10 XHO75

10 Xa nithe nafika, nofika kubantu abonwabileyo, kwilizwe eliphangaleleyo ngamacala omabini; ngokuba uThixo ulinikele ezandleni zenu, indawo apho kungàsweleke nanye into esehlabathini.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 18

imbono Abagwebi 18:10 kwimeko