9 Athi, Sukani, sinyuke siye kubo; ngokuba silibonile ilizwe; nalo lilihle kunene, ke nithe quthu. Musani ukunqena ukuhamba, niye kulihlutha ilizwe elo.
funda isahluko epheleleyo Abagwebi 18
imbono Abagwebi 18:9 kwimeko