Abagwebi 20:1 XHO75

1 Baphuma ke bonke oonyana bakaSirayeli, labizelwa ndawonye lonke ibandla njengandoda-nye, lathabathela kwaDan lesa eBher-shebha, nelizwe laseGiliyadi, laya kuYehova eMizpa.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 20

imbono Abagwebi 20:1 kwimeko