Abagwebi 20:18 XHO75

18 Besuka, benyuka baya eBheteli, babuza kuThixo. Bathi oonyana bakaSirayeli, Makunyùke bani na kuthi, aqale ukulwa noonyana bakaBhenjamin? Wathi uYehova, Makuqale uYuda.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 20

imbono Abagwebi 20:18 kwimeko