Abagwebi 20:25 XHO75

25 Aphuma amaBhenjamin eGibheha, aya kubahlangabeza ngomhla wesibini, abuya avunela phantsi koonyana bakaSirayeli ishumi elinesibhozo lamawaka amadoda; onke lawo arhola ikrele.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 20

imbono Abagwebi 20:25 kwimeko