Abagwebi 20:26 XHO75

26 Benyuka bonke oonyana bakaSirayeli, bonke abantu, baya eBheteli, balila, bahlala khona phambi koYehova, bazila ukudla loo mini kwada kwahlwa, banyusa amadini anyukayo nemibingelelo yoxolo phambi koYehova.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 20

imbono Abagwebi 20:26 kwimeko