Abagwebi 6:31 XHO75

31 Wathi uYowashe kubo bonke ababemmele, Niya kummela uBhahali nina aba na? Niya kumsindisa nina aba na? Lowo ummelayo uBhahali makabulawe; makhe kuse. Ukuba únguThixo, makazithethele, ngokuba sídiliziwe isibingelelo sakhe.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 6

imbono Abagwebi 6:31 kwimeko