Abagwebi 7:5 XHO75

5 Wehla nabantu waya emanzini; wathi uYehova kuGidiyon, Bonke abasukuba bekramncela amanzi ngolwimi lwabo, njengoko ixhaphayo inja, uze ubamise bodwa; bonke abasukuba beguqa ngamadolo abo ukuba basele, uze ubamise bodwa.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 7

imbono Abagwebi 7:5 kwimeko