6 Inani labaseláyo ngesandla salo emlonyeni laba ngamadoda amakhulu mathathu; bonke abanye abantu baguqa ngamadolo abo ukuba basele amanzi.
funda isahluko epheleleyo Abagwebi 7
imbono Abagwebi 7:6 kwimeko