Intshumayeli 11:6 XHO75

6 Kusasa hlwayela imbewu yakho, nangokuhlwa ungasiphumzi isandla sakho; ngokuba ungàzi ukuba kolunga yiphi na, nokuba yile nokuba yileya, kusini na, nokuba zolunga ngakunye zombini na.

funda isahluko epheleleyo Intshumayeli 11

imbono Intshumayeli 11:6 kwimeko