Intshumayeli 2:15 XHO75

15 Ndathi mna entliziyweni yam, Njengoko sihlelwa kuko isinyabi, ndiya kuhlelwa kuko nam lo; ibiyini na ke ukuba ndisidlule mna ngokulumka? Ndathi entliziyweni yam, Kwanaloo nto ingamampunge.

funda isahluko epheleleyo Intshumayeli 2

imbono Intshumayeli 2:15 kwimeko