Intshumayeli 2:19 XHO75

19 Waziwa ngubani na, ukuba wóba sisilumko, nokuba woba sisiyatha, kusini na? Ukanti uya kugunyazela emigudwini yam yonke endaphuka yiyo, endalumkayo kuyo phantsi kwelanga; kwanaloo nto ingamampunge.

funda isahluko epheleleyo Intshumayeli 2

imbono Intshumayeli 2:19 kwimeko