Intshumayeli 2:7 XHO75

7 ndathenga amakhoboka namakhobokazana, ndaba nawo nazalelwe endlwini yam. Kananjalo imfuyo yeenkomo neyempahla emfutshane yaba ninzi kum, ngaphezu kwabo bonke ababengaphambi kwam eYerusalem.

funda isahluko epheleleyo Intshumayeli 2

imbono Intshumayeli 2:7 kwimeko