Intshumayeli 3:22 XHO75

22 Ndaqonda ke ukuba akukho nto ilunge ngaphezu kokuba umntu avuye ezenzweni zakhe; ngokuba kusisabelo sakhe oko. Ngokuba uya kungeniswa ngubani na, ukuba akubone okuya kubakho emveni kwakhe?

funda isahluko epheleleyo Intshumayeli 3

imbono Intshumayeli 3:22 kwimeko