Intshumayeli 6:12 XHO75

12 Ngokuba ngubani na owaziyo okumlungelelyo umntu ebomini, ngangenani lemihla yobomi bakhe obungamampunge, ayigqiba njengesithunzi? Ngokuba ngubani na onokumxelela umntu into eya kubakho emva kwakhe phantsi kwelanga?

funda isahluko epheleleyo Intshumayeli 6

imbono Intshumayeli 6:12 kwimeko