14 Ngomhla wentsikelelo chwayitha, nangomhla wobubi qonda kakuhle, ukuba naló, kwanjengalowa, wenziwe nguThixo, ngenxa enokuba umntu engafumani nto emva kwakhe.
funda isahluko epheleleyo Intshumayeli 7
imbono Intshumayeli 7:14 kwimeko