Intshumayeli 8:14 XHO75

14 Kukho amampunge enzekayo ehlabathini: ukuba kukho amalungisa ahlelwa ngokokwenza kwabangendawo; kukho nabangendawo abahlelwa ngokokwenza kwamalungisa; ndathi, kwanaloo nto ingamampunge.

funda isahluko epheleleyo Intshumayeli 8

imbono Intshumayeli 8:14 kwimeko