Intshumayeli 9:10 XHO75

10 Yonke into esiyifumanayo isandla sakho ukuba siyenze, yenzé ngamandla akho; ngokuba akukho kwenza, nakucinga, nakwazi, nakulumka kwelabafileyo, apho uya khona wena.

funda isahluko epheleleyo Intshumayeli 9

imbono Intshumayeli 9:10 kwimeko