Intshumayeli 9:2 XHO75

2 Izinto zonke zibahlèla ngokufanayo bonke: sinye isihlo kwilungisa nakongendawo; kolungileyo, kohlambulukileyo, nakoyinqambi; kobingelelayo nakongabingeleliyo; njengoko anjalo olungileyo, unjalo nomoni; ofungayo unjengalowo ukoyikayo ukufunga.

funda isahluko epheleleyo Intshumayeli 9

imbono Intshumayeli 9:2 kwimeko