20 Khangela, Yehova, ngokuba ndibandezelekile; izibilini zam ziyabila;Intliziyo yam iphendukile phakathi kwam; ngokuba ndasuka ndaba ziinkani kuphela;Ngaphandle ikrele landihlutha abantwana, ngaphakathi kwakukufa kodwa.
funda isahluko epheleleyo Izililo 1
imbono Izililo 1:20 kwimeko