Izililo 1:21 XHO75

21 Bandivile ukuba ndiyancwina; ndathi, Andinamthuthuzeli;Zonke iintshaba zam zibuvile ububi bam; zinemihlali, ngokuba oko kwenziwé nguwe.Ùyayizisa imini oyimemileyo, ziya kuba njengam ke.

funda isahluko epheleleyo Izililo 1

imbono Izililo 1:21 kwimeko