Izililo 1:22 XHO75

22 Mabufike phambi kwakho bonke ububi bazo,Uziphathe njengoko wandiphatha ngako ngenxa yezikreqo zam zonke;Ngokuba kuninzi ukuncwina kwam, nentliziyo yam ityhafile.

funda isahluko epheleleyo Izililo 1

imbono Izililo 1:22 kwimeko