12 Ngako oko ndiya kwenjenje kuwe, Sirayeli; ngokokuba ndiya kwenjenje ke kuwe, zilungiselele ukuhlangabeza uThixo wakho, Sirayeli.
funda isahluko epheleleyo Uamosi 4
imbono Uamosi 4:12 kwimeko