Uamosi 4:9 XHO75

9 Ndanibetha ngembabala nangexoshomba; imiyezo yenu nezidiliya zenu, nemikhiwane yenu, neminquma yenu emininzi, yadliwa yinkumbi enqunquthayo; ànabuya nize kum noko; utsho uYehova.

funda isahluko epheleleyo Uamosi 4

imbono Uamosi 4:9 kwimeko