Uamosi 5:11 XHO75

11 Ngako oko, ngenxa yokusigqusha kwenu isisweli, nithabàthe kuso unikelo lwengqolowa, niya kwakha izindlu ngamatye aqingqiweyo, ningahlali kuzo; nityale izidiliya ezinqwenelekayo, ningaseli wayini yazo.

funda isahluko epheleleyo Uamosi 5

imbono Uamosi 5:11 kwimeko