Uamosi 6:10 XHO75

10 Umntu wophakanyiswa nguyisekazi, umngcwabi wakhe, ukuba awakhuphe amathambo akhe endlwini, athi kosentla endlwini, Kusekho na okuwe? athi lowo, Akusekho nto; wóthi yena, Thwize; ngokuba alingekhankanywa igama likaYehova.

funda isahluko epheleleyo Uamosi 6

imbono Uamosi 6:10 kwimeko