2 Yathi kum, Ùbona ntoni na, Amosi? Ndathi, Ingobozi, ineziqhamo zasehlotyeni. Wathi uYehova kum, Isiphelo sibafikele abantu bam amaSirayeli; andiyi kubuya ndiphinde ndidlule kubo.
funda isahluko epheleleyo Uamosi 8
imbono Uamosi 8:2 kwimeko