13 Yabonani, kuza imihla, utsho uYehova, aya kuthi afumanane umlimi nomvuni, umxovuli weediliya afumanane nomhlwayeli wembewu; iintaba zivuze incindi yeediliya, neenduli zonke zinyibilike.
funda isahluko epheleleyo Uamosi 9
imbono Uamosi 9:13 kwimeko