Uamosi 9:7 XHO75

7 Àninjengoonyana bamaKushi na kum, nina nyana bakaSirayeli? utsho uYehova. Andiwanyusanga na amaSirayeli ezweni laseYiputa, amaFilisti eKafetori, ama-Aram* eKire?

funda isahluko epheleleyo Uamosi 9

imbono Uamosi 9:7 kwimeko