Udaniyeli 1:10 XHO75

10 Umthetheli-mathenwa wathi kuDaniyeli, Ndiyayoyika inkosi yam ukumkani, omise eniya kukudla neniya kukusela; yini na ukuba abubone ubuso benu buthe matshamatsha kunobabayá baziintanga zenu? Noyizekisa ityala intloko yam kukumkani.

funda isahluko epheleleyo Udaniyeli 1

imbono Udaniyeli 1:10 kwimeko