Udaniyeli 1:17 XHO75

17 Abo bantwana bané uThixo wabanika ukwazi, nokuziqonda iincwadi zonke, nobulumko; uDaniyeli waba nokuyiqonda imibono yonke, namaphupha.

funda isahluko epheleleyo Udaniyeli 1

imbono Udaniyeli 1:17 kwimeko