Udaniyeli 1:4 XHO75

4 abantwana abangenasiphako, abanomkhitha, ababuqiqileyo ubulumko bonke, abanokwazi, abanokuyiqonda bayazi into, abafanele ukuma ebhotweni lokumkani; abafùndise incwadi nolwimi lwamaKaledi.

funda isahluko epheleleyo Udaniyeli 1

imbono Udaniyeli 1:4 kwimeko