Udaniyeli 1:6 XHO75

6 Ke phakathi kwabo abo kwaye kukho abakoonyana bakaYuda, inguDaniyeli, noHananiya, noMishayeli, noAzariya.

funda isahluko epheleleyo Udaniyeli 1

imbono Udaniyeli 1:6 kwimeko