Udaniyeli 10:12 XHO75

12 Yathi kum, Musa ukoyika, Daniyeli, kuba kususela kumhla wokuqala, owayinikelayo intliziyo yakho ekuqondeni nasekuzithobeni phambi koThixo wakho, aviwa amazwi akho, mna ke ndize ngenxa yamazwi akho.

funda isahluko epheleleyo Udaniyeli 10

imbono Udaniyeli 10:12 kwimeko