Udaniyeli 11:18 XHO75

18 Uya kujika, abhekise eziqithini, azithimbe ezininzi, aphelise abaphathi, kuthi cwaka ukungcikiva kwabo kubo; ke ukungcikiva kwakhe baya kukubuyisela kuye.

funda isahluko epheleleyo Udaniyeli 11

imbono Udaniyeli 11:18 kwimeko