Udaniyeli 2:25 XHO75

25 Waza uAriyoki wamzisa uDaniyeli ngobungxamo kukumkani, wathi kuye, Ndifumene indoda koonyana baseluthinjweni lwakwaYuda, eya kumazisa ukumkani ukutyhilwa kwephupha elo.

funda isahluko epheleleyo Udaniyeli 2

imbono Udaniyeli 2:25 kwimeko