Udaniyeli 2:34 XHO75

34 Wawubona, kwada kwazithwebula ilitye, kungengazandla; labetha emfanekisweni, ezinyaweni zawo zesinyithi nodongwe, lazicola.

funda isahluko epheleleyo Udaniyeli 2

imbono Udaniyeli 2:34 kwimeko