Udaniyeli 2:39 XHO75

39 Emveni kwakho, kuya kuvela obunye ubukumkani obuphantsi kunawe, nobunye ubukumkani besithathu bobhedu, obuya kuba negunya ehlabathini lonke.

funda isahluko epheleleyo Udaniyeli 2

imbono Udaniyeli 2:39 kwimeko