Udaniyeli 2:44 XHO75

44 Ngemihla yabo kumkani, uThixo wamazulu uya kumisa ubukumkani obungayi konakala naphakade. Obo bukumkani abuyi kusala nabantu bambi; buya kuzicola buzigqibe zonke ezo zikumkani, bona bume ngonaphakade.

funda isahluko epheleleyo Udaniyeli 2

imbono Udaniyeli 2:44 kwimeko