Udaniyeli 3:10 XHO75

10 Wena kumkani, ùwise umthetho wokuthi, bonke abantu abathe baliva izwi lesigodlo, nelembande, nelekitare, nelomrhubhe, nelohadi, nelogwali, nelezinye iintlobo zonke ezibethwayo, mabawe phantsi baqubude kumfanekiso wegolide.

funda isahluko epheleleyo Udaniyeli 3

imbono Udaniyeli 3:10 kwimeko