Udaniyeli 3:27 XHO75

27 Zahlanganisana iirhuluneli, nabathetheli bomkhosi, namabamba, namaphakathi okumkani; bawakhangela la madoda, ukuba umlilo awubanga namandla emizimbeni yawo, akurhawukanga nalunwele lwentloko yawo; iihempe zawo azibanga zizimbi, nevumba lomlilo alifikanga kuwo.

funda isahluko epheleleyo Udaniyeli 3

imbono Udaniyeli 3:27 kwimeko