Udaniyeli 4:18 XHO75

18 Elo phupha ndilibonile, mna kumkani Nebhukadenetsare. Wena ke, Bheletshatsare, lítyhile ke, ngenxa enokuba zonke izilumko zobukumkani bam zingenako ukundazisa ukutyhilwa kwalo; ube ke wena unako, ngokuba ùnomoya woothixo abangcwele.

funda isahluko epheleleyo Udaniyeli 4

imbono Udaniyeli 4:18 kwimeko