Udaniyeli 4:3 XHO75

3 Imiqondiso yakhe, hayi ukuba mikhulu kwayo! Izimanga zakhe, hayi ukuba namandla kwazo! Ubukumkani bakhe bubukumkani obungunaphakade, igunya lakhe likwizizukulwana ngezizukulwana.

funda isahluko epheleleyo Udaniyeli 4

imbono Udaniyeli 4:3 kwimeko