Udaniyeli 5:16 XHO75

16 Mna ndivile ke ngawe, ukuba unako ukutyityhila into, ucombulule namaqhina. Ukuba ke uthe wanako ukuwulesa lo mbhalo, nokundazisa ukutyhilwa kwawo, ùya kunxitywa iingubo ezimfusa, nomxokelelwane wegolide emqaleni wakho, ube ngowabathathu ebukumkanini abanegunya.

funda isahluko epheleleyo Udaniyeli 5

imbono Udaniyeli 5:16 kwimeko