Udaniyeli 5:5 XHO75

5 Kwaoko kwavela iminwe yesandla somntu, yabhala malunga nesiphatho sesibane, efutheni lodonga lwebhotwe lobukumkani; ukumkani wakubona ukuphela kwesandla esibhalayo.

funda isahluko epheleleyo Udaniyeli 5

imbono Udaniyeli 5:5 kwimeko