Udaniyeli 7:11 XHO75

11 Ndabona; ndaza ngenxa yesandi samazwi amakhulu kakhulu olwawathethayo uphondo, ndabona, lada labulawa irhamncwa, wabhujiswa umzimba walo, wanikelwa emlilweni úvutha.

funda isahluko epheleleyo Udaniyeli 7

imbono Udaniyeli 7:11 kwimeko