Udaniyeli 7:27 XHO75

27 Ubukumkani, negunya, nobukhulu bezikumkani phantsi kwamazulu onke, buya kunikwa abantu abangcwele bOsenyangweni; ubukumkani bakhe bubukumkani obungunaphakade, namagunya onke aya kumbusa, amve.

funda isahluko epheleleyo Udaniyeli 7

imbono Udaniyeli 7:27 kwimeko