Udaniyeli 9:13 XHO75

13 Njengoko kubhaliweyo emyalelweni kaMoses, bonke ububi busizèle. Ke asimbongozanga uYehova uThixo wethu, ukuba sibuye ebugwenxeni bethu, sibe ngabanokuqiqa ngenyaniso yakho.

funda isahluko epheleleyo Udaniyeli 9

imbono Udaniyeli 9:13 kwimeko